Loli-Vusi Nova

Loli

歌手:Vusi Nova

时间:2013-01-01

    使用手机浏览器「扫一扫」

    在手机上保存,获得更好体验

标签
猜你喜欢的歌曲
歌词

Loli lavi wam

Yintoni undenza nje mna?

Bendithi ungowam

Nam ndingowakho

Ndicel' ungandishiyi themba lam

Loli lavi wam

Yintoni undenza nje mna?

Bendithi ungowam

Nam ndingowakho

Ndicel' ungandishiyi themba lam

Loli baby wam

Kutheni ungath ufun' ukuchaza abantu

Kubo bonke ndikhethile mna

Yhe ndithi nawe baby wavumelana nam

Baby naw' uyazi ma kukuhle

Abantu bathand' ukufak' unyawo

Bohlala benomona

Wen' ungowami nodoli wam

Yhe ndithi baby uthandwa ndim

Uthandwa ndim Loli

Loli lavi wam

Yintoni undenza nje mna?

Bendithi ungowam

Nam ndingowakho

Ndicel' ungandishiyi themba lam

Loli lavi wam

Yintoni undenza nje mna?

Bendithi ungowam

Nam ndingowakho

Ndicel' ungandishiyi themba lam

Xa ndiphumil' endlini mna ndyosebenza

Basala bona bexoka ngegama lam

Yhe Loli please subakholwa

Bathetha intw' engekhoyo

Imbudane yodwa

Themba mina switi lav' o

Ungowami ndingowakho

Never bandijulel' emafini

Sthandwa kumele sibonisane

Uma uvele uqoq' uhambe

Kanti kutheni ungandibuzi

Wakholelwa abantu

Ndim umntu wakho

Loli lavi wam

Yintoni undenza nje mna?

Bendithi ungowam

Nam ndingowakho

Ndicel' ungandishiyi themba lam

Loli lavi wam

Yintoni undenza nje mna?

Bendithi ungowam

Nam ndingowakho

Ndicel' ungandishiyi themba lam

Loli lavi wam

Yintoni undenza nje mna?

Bendithi ungowam

Nam ndingowakho

Ndicel' ungandishiyi themba lam

Loli lavi wam

Yintoni undenza nje mna?

Bendithi ungowam

Nam ndingowakho

Ndicel' ungandishiyi themba lam

展开显示全部歌词