Hamba hamba
Ungatshongo
Kodwa ufuna ubuya ndikhona
Impilo
Ayiyoyakho
Nathi singabantwana babantu
Sizele apha ukuzo phila
Umhlaba ngowethu sonke
Ukuvuya lilungelo lethu
Oksalayo umntu uzozikhetela
Hamba hamba (uye)
Apho uyakhona
Makuyiwe ungakhali
Nami ndiyakwazi ukuzikhetha
Uphi ngoku
Uphi ngoku
Hamba hamba (uye)
Apho uyakhona
Makuyiwe ungakhali
Nami ndiyakwazi ukuzikhetha
Uphi ngoku
Uphi ngoku
Sizele apha ukuzo phila
Umhlaba ngowethu sonke
Ukuvuya lilungelo lethu
Oksalayo umntu uzozikhetela
Hamba hamba (uye)
Apho uyakhona
Makuyiwe ungakhali
Nami ndiyakwazi ukuzikhetha
Uphi ngoku
Uphi ngoku
Nami ndiyakwazi ukuzikhetha
Uphi ngoku
Uphi ngoku
Uphi ngoku
Uphi ngoku