Ekoneni (Explicit)-SimulationRxps

Ekoneni (Explicit)

时间:2022-02-11

    使用手机浏览器「扫一扫」

    在手机上保存,获得更好体验

标签
歌词

Yho

Madala zala bendicela ubuza

Uzoy'thola njan' uhlel' ekoneni

Madala zala bendicela ubuza

Uzoy'bona njan' uhlel' ekoneni

Vuk' uhlambe ubangene

Ulala njan' kodwa zilele

Uba nday'ringe nday'mela

Uba nday'thanda zoy'fela

Madala zala bendicela ubuza

Uzoy'thola njan' uhlel' ekoneni

Ekse iwonder ubandihlel' ekoneni ndizoy'bona njani

Achuz wathi ndingaworry bazom' thola' uline

Bazogcwala uba uyatshisa then bafoli line

Ndababona uba basneaki babefownelana

Kodwa ndandibusy ndigcwele istrato kude kutshone ilanga

For uMadiba andisalali hlala ndizabalaza

Akho mali kuthen' unditoucha ingathi undityel' iskhathi

Ndajonga phantsi ndathandaza then yaringa ilali

Yi2.5 for undijonga rhesi

An'sandandazeli at the center stage

Tafike ihleli manzi when we mediate

Cosha ilemon yakho ndenzi lemonade

Oko ndibaleka ndibilile

Wrist ya2 block ithi iskathi sam sifikile

Touchdown ekasi touchwa nguAnda noFikile

Babe zenza fresh kodwa ngok izinto zijikile

Madala zala bendicela ubuza

Uzoy'thola njan' uhlel' ekoneni

Madala zala bendicela ubuza

Uzoy'bona njan' uhlel' ekoneni

Vuk' uhlambe ubangene

Ulala njan' kodwa zilele

Uba nday'ringe nday'mela

Uba nday'thanda zoy'fela

Madala zala bendicela ubuza

Uzoy'thola njan' uhlel' ekoneni

Abafun' singene so sangena ngebackdoor

Team iy'bambile imemo

Oko ndibanger umculo badebakhala enextdoor

Ndizama utshitsha imeko

Ndim inavigater something like uTeko

Fika nditshitshe izinto ya ndinyuse itempo

And andikwazi ulala ndisapusha ithesho

Plus andithembi lucky ndifike apha ngezenzo

Inga Thimna noAnelisa

Ndim iheavyweight charlie bona ba mawuthini na

5 block 10 block oko ndaspeeda

Medi zikhona oko zandifile

Zithe all white dress ingathi libathu lakwaFila

Naku ezenza fresh cause wandimiza kwa insta

Catfish face to face tshota ifliter

Hit and run hit ugcwele mos faka iscima

Madala zala bendicela ubuza

Uzoy'thola njan' uhlel' ekoneni

Madala zala bendicela ubuza

Uzoy'bona njan' uhlel' ekoneni

Vuk' uhlambe ubangene

Ulala njan' kodwa zilele

Uba nday'ringe nday'mela

Uba nday'thanda zoy'fela

Madala zala bendicela ubuza

Uzoy'thola njan' uhlel' ekoneni

展开显示全部歌词