Kwa Nolali - Unathi
Composer:Unathi Msengana
Nguwo
Iyhooo
Masembathe
Dade
Dade
Sithi siyakukhapha
Nguw' umtshato
Tshomi bazoziqhenya ngawe o' dade
Ngobukho bakho
Bonke
Kuyagidwa kwaNolali
Kuyatshatwa kwaNolali
Kusilw' utywala
Kwowu kuzoba mnandi
Kwoku kumenywe bani ngemeli
Kuyagidwa kwaNolali
Kuyatshatwa kwaNolali
Kusilw' utywala besixhosa
Kwoku kuzoba mnandi
Kuyagidwa kwaNolali
Kuyatshatwa kwaNolali
Kusilw' utywala
Kwowu kuzoba mnandi
Kwaku kumenywe bani ngemeli
Kuyagidwa kwaNolali
Kuyatshatwa kwaNolali
Kusilw' utywala besixhosa
Kwaku kuzoba mnandi
Nzuzo
Nzuzo bazongena
Bazokuthatha bakthathe
Nguwe ozasimela
Ngumtshato
Tshomi bazazqhenya
Ngawe
Umtshakazi
Oh ubuhle bakho bonke
Kuyagidwa kwaNolali
Kuyatshatwa kwaNolali
Kusilw' utywala
Kwowu kuzoba mnandi
Kwoku kumenywe bani ngemeli
Kuyagidwa kwaNolali
Kuyatshatwa kwaNolali
Kusilw' utywala besixhosa
Kwoku kuzoba mnandi
Kuyagidwa kwaNolali
Kuyatshatwa kwaNolali
Kusilw' utywala
Kwowu kuzoba mnandi
Kwoku kumenywe bani ngemeli
Kuyagidwa kwaNolali
Kuyatshatwa kwaNolali
Kusilw' utywala besixhosa
Kwoku kuzoba mnandi
Kuyagidwa kwaNolali
Kuyatshatwa kwaNolali
Kusilw' utywala
Kwowu kuzoba mnandi
Kwoku kumenywe bani ngemeli
Kuyagidwa kwaNolali
Kuyatshatwa kwaNolali
Kusilw' utywala besixhosa
Kwoku kuzoba mnandi
Kuyagidwa kwaNolali
Kuyatshatwa kwaNolali
Kusilw' utywala
Kwowu kuzoba mnandi
Kwoku kumenywe bani ngemeli
Kuyagidwa kwaNolali
Kuyatshatwa kwaNolali
Kusilw' utywala besixhosa
Kwoku kuzoba mnandi