Apho-Alfa Mist
    使用手机浏览器「扫一扫」

    在手机上保存,获得更好体验

标签
猜你喜欢的歌曲
歌词

Thatha ixesha londicinga

Ukhumbul’ukuba

Sakhe sasobabini

Kwelilizwe

Ntsuku zonke indim nawe

Sibambene ngezandla

Sisithi sofelena

Apho’ aph’ uhleli khona

Aph uhleli Khona

Ukhe ukh’undicinge

Ukh’ undicinge

Thatha ithuba londicinga

Ukhumbul’ukuba

Sakhe sasobabini

Kwelilizwe

Ntsuku zonke indim nawe

Sibambene ngezandla

Sisithi sofelena

Apho’ aph’ uhleli khona

Aph uhleli Khona

Ukhe ukh’undicinge

Ukh’ undicinge

展开显示全部歌词