Ixesha-Bantwanas

Ixesha

歌手:Bantwanas

专辑:Ixesha EP

时间:2022-05-20

    使用手机浏览器「扫一扫」

    在手机上保存,获得更好体验

标签
猜你喜欢的歌曲
歌词

Ay ya hay ya ha

Ay ya hay ya ha

Ndibuyisel' umva

Ndibuyisel' umva

Ngathi ndingabusil' ixesha emva

Konk'okwenzekileyo kungabisenzeka

Konk'ondifundileyo ndingabisak'funda

Yonke imithwalo endinayo ndiyibusel'umva

Ngobi'impilo inzima

Kumele sifunde esikwenzileyo

Kumele sifunde kwimpazamo zethu

Ngayo londlela umntu uyakhula

Kumele sifunde esikwenzileyo

Kumele sifunde esikwenzileyo

Ndamane ndizibuza

Ngathi ndim ndodwa okulemeko

Ngathi abanye abantu abanazo intlungu

Ndathi ndophuma phandle

Ndabona wonke'umntu ingamahlwili

Kumele sifunde esikwenzileyo

Kumele sifunde kwimpazamo zethu

Ngayo londlela umntu uyakhula

Ngathi ndingabusil' ixesha emva

Konk'okwenzekileyo kungabisenzeka

Konk'ondifundileyo ndingabisak'funda

Yonke imithwalo endinayo ndiyibusel'umva

Ixesh'emva

Kungabisenzeka

Ndiyibusel'emva

Ngathi ndingabusil' ixesha emva

Konk'okwenzekileyo kungabisenzeka

Konk'ondifundileyo ndingabisak'funda

Yonke imithwalo endinayo ndiyibusel'umva

展开显示全部歌词