Dali wam besekutheni udlala ngentliziyo yam×2
Kanti besendikwenzeni udlala ngentliziyo yam×2
Verse
Baby besekutheni udlala ngentliziyo yam, ndikunikele uthando lwam,ndikunikile I xesha lam kodwa udlala ngentliziyo yam , Amalanga namalanga ubuthongo abuhli kum ndinyembezi imihla Lee ohh yeeeh kanti uthando lunjani besekutheni besekutheni nah udlala ngentliziyo yam dali
Dali wam besekutheni udlala ngentliziyo yam×2
Kanti besendikwenzeni udlala ngentliziyo yam×2
(Bridge)
Back to chorus
besekutheni nah udlala ngentliziyo yam dali
Dali wam besekutheni udlala ngentliziyo yam×2
Kanti besendikwenzeni udlala ngentliziyo yam×2