Sono Sam'-TbO

Sono Sam'

歌手:TbO

专辑:Sono Sam'

时间:2025-06-27

    使用手机浏览器「扫一扫」

    在手机上保存,获得更好体验

标签
歌词

Isono sami ukuthanda wena

esam ukuthanda wena,

woah ukuthanda wena

Heebe imabalabala

Azizwe sidla ngamabala

Ndafika endaweni ndingazi kwa muntu

Bendinehlonipho ndiphila ngesotwa

Sendi funa umsebenzi ubusy uyandlwisa

Angeke ndikmele ulamba ndinawe

Mandifika endaweni mna ba jika ne mipho

Ingath ukohliwe wena wangfica ngempilo sengifuna umsebenzi ubusy uyanglwisa

Angeke ndiymele ubulamba ndinawe

Ntombi entle kununi undiphoxha kudala ndikukhangela nzoklanda emlanjeni ndizowela lomfula noba kunzima kanjan sizobonana

Ndizoku phatela utingo le nkosazana ndizoku nika uthando ozange walibonax2

Isono sam ukuthanda wena

Ndlela endikhula ngeyo ndikhuliswe ngayo

展开显示全部歌词