Thafaelibanzi-Pilani Bubu

Thafaelibanzi

歌手:Pilani Bubu

专辑:Thafaelibanzi

时间:2023-10-13

    使用手机浏览器「扫一扫」

    在手机上保存,获得更好体验

标签
歌词

Thafeee ’elibanzi, mmmm

Thafeee’ elibanzi mmmmh

Thafee elibanzi mmmmh

Thafe’ee elibanzi mmmmh

Mikano ia fhandekanya

tshikhala tshitshiya ra hangwa vhubvo

fhedzi lutsinga, lwa dzofha, alu thukhiwi

Luri humbudza uri he ra phula ndila

kha mukope, huriisa Ngafhi

Huri humbudza hure na vhashu, gondoni La hashu

mashumbini a munna wa vhane, he nda hula hone

tshani Ndi humele ngei

Kuse khaya apha

Kuse khaya Kuse khaya apha, kuse khayaa

Thafeee elibanzi, mmmh

Thafeee elibanzi mmmmh Thafeee elibanzi mmmmh

Thafeee elibanzi mmmmh

Kudala ndihamba

ndifunana nendawo abathi likhaya lam

Ndandilahlekile kwaku ngemnandanga mmmmh kwafik’ ixhesha lokuthi mandi jonge ngasemva ndifuna lebhekile, nemfanelo zam

ndandi khalaaa, aaah ooooh ooooh ooooh Babesithi, inkaba yam ebuhlanti

Mbeleko yam, Zasize kwabadala

namaKhwalo, sithi,kuse khaya apha

Kuse khaya apha, kuse khaya. Kuse khaya apha, kuse khaya

(Thafe’elibanzi, mmmmh,) Kuqalwa khona, (Thafe’elibanzi mmmmh )

O aph’ ekhaya (Thafe’elibanzi mmmmh )

Kuqalwa khona, (Thafe’elibanzi mmmmh )

O aph ’ekhaya

(Thafe’elibanzi mmmmh )

Ndikhalela wena

O aph’ekhaya

kuqalwa khona,

O aph’ekhaya Khalela wena, O’aph’ ekhaya

Kuqalwa khona, O’aph’ ekhaya

Helele ye leye, helele ye leye, helele ye leye,

helele ye leye Helele ye leye, helele ye leye,

helele ye leye, helele ye leye

Kuqalwa konaaaaa aaaah aaaah aaaahoo

Ndikhalela wenaaaaa aaah aaaah aaaaho, mmmmh

Thafe’, Thafe’ ,Thafe’, Thafe’, Thafe’, Thafe

Thafe’

Thafeee elibanzi, mmmh

Thafeee elibanzi, mmmmh

Thafeee elibanzi, mmmmh

Thafeee elibanzi, mmmmh

Thafeee elibanzi, mmmmh

Thafeee elibanzi mmmmh

展开显示全部歌词